Úya kuzala unyana ke, umbize ngegama elinguYesu;* kuba yena eya kubasindisa abantu bakhe ezonweni zabo.