Testamente Endala

Testamente Entsha

Umarko 14:38-40 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

38. Lindani nithandaze, ukuze ningangeni ekuhendweni; umoya okunene unentumekelelo, ke yona inyama ithambile.

39. Wabuya wemka wathandaza, ethetha kwalona elo lizwi.

40. Uthe akubuya, wabafumana bebuye balala; kuba amehlo abo ayenzima bubuthongo; baye bengazi into abangamphendula yona.

funda isahluko epheleleyo Umarko 14