Testamente Endala

Testamente Entsha

Umarko 14:21 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UNyana woMntu uyemka okunene, njengoko kubhalwe ngaye; yeha ke, loo mntu uNyana woMntu angcatshwa nguye! Ngekumlungele ukuba ebengazalwanga loo mntu.

funda isahluko epheleleyo Umarko 14

imbono Umarko 14:21 kwimeko