Testamente Endala

Testamente Entsha

Umarko 13:9 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Zilumkeleni ke okwenu; kuba baya kuninikela ezintlanganisweni zamatyala, nityatyulwe ezindlwini zesikhungu, nimiswe phambi kwabalawuli nookumkani ngenxa yam, kube bubungqina kubo.

funda isahluko epheleleyo Umarko 13

imbono Umarko 13:9 kwimeko