UDavide ngoko ngokwakhe uthi, ÚyiNkosi. Kuvela phi na ke ukuba ngunyana wakhe?Lwaye ke uninzi lwabantu lumva kamnandi.