Testamente Endala

Testamente Entsha

Umarko 1:33-35 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

33. Waye umzi wonke uhlanganisene ndawonye emnyango apho.

34. Waphilisa babaninzi ababesifa zizifo ngezifo; wakhupha needemon ezininzi; waye engazivumeli iidemon ukuba zithethe, kuba bezimazi.

35. Uthe kusasa, kusemnyama kakhulu, wavuka, waphuma waya endaweni eyintlango, wathandaza khona apho.

funda isahluko epheleleyo Umarko 1