Testamente Endala

Testamente Entsha

Umarko 1:28-30 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

28. Lwaphuma ke kwaoko udumo lwakhe; lwaya kuwo wonke ummandla welaseGalili.

29. Kwaoko, bakuphuma endlwini yesikhungu, bangena endlwini kaSimon noAndreya, benoYakobi noYohane.

30. Ke kaloku umkhwekazi kaSimon wayelele, esifa yicesina; bamxelela ngaye kwaoko.

funda isahluko epheleleyo Umarko 1