Testamente Endala

Testamente Entsha

Uluka 7:24 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke kaloku, bakubon' ukuba bemkile abathunywa bakaYohane, waqala wathi kwisihlwele ngaye uYohane, Nayé niphume naya kubona ntoni na entlango? Yaye iyingcongolo na, izanyazanyiswa ngumoya?

funda isahluko epheleleyo Uluka 7

imbono Uluka 7:24 kwimeko