Testamente Endala

Testamente Entsha

Uluka 21:1-3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Ke kaloku akubheka, wazibona izityebi, ziphosa iminikelo yazo emkhumbini wokulondoloza imali.

2. Wabona ke mhlolokazi uthile ulihlwempu, ephosa apho iimalanana ezimbini.

3. Wathi, Inyaniso ndithi kuni, Lo mhlolokazi usweleyo uphose ngaphezu kwabo bonke;

funda isahluko epheleleyo Uluka 21