UmFarisi, ezimise yedwa, wayethandaza esithi, Thixo, ndiyabulela kuwe, ukuba ndingènjengabanye abantu, abaphangi, abangemalungisa, abakrexezi; ndingènjengaye nalo mbuthi werhafu.