Ewabonile ke, wathi kuwo, Hambani niye kuzibonakalalisa kubabingeleli.Kwathi ekuyeni kwawo, ahlanjululwa.