Testamente Endala

Testamente Entsha

Uluka 13:28 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Khona apho kuya kubakho ukulila nokutshixiza kwamazinyo, xa nithe nabona uAbraham, noIsake, noYakobi, nabo bonke abaprofeti, ebukumkanini bukaThixo; nibe ke nina nikhutshelwe phandle.

funda isahluko epheleleyo Uluka 13

imbono Uluka 13:28 kwimeko