Testamente Endala

Testamente Entsha

Kwabaseroma 6:1-3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Masithini na ngoko? Masihlale sihleli na esonweni, ukuze ubabalo lwande?

2. Nankanye! Thina safayo nje kwisono, singáthini na ukuba sahlala kuso?

3. Anazi na ukuba thina sonke, sàbhaptizelwayo kuKristu Yesu, sabhaptizelwa ekufeni kwakhe?

funda isahluko epheleleyo Kwabaseroma 6