Testamente Endala

Testamente Entsha

Kwabaseroma 15:1-3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Thina ke bomeleleyo sifanele ukukuthwala ukuswela amandla kwabangomeleleyo, singazikholisi.

2. Masithi sonke ngabanye simkholise ummelwane kokumlungeleyo, ukuze akheke.

3. Kuba naye uKristu akazikholisanga; wathi, njengokuba kubhaliwe, Iingcikivo zabakungcikiváyo záwa phezu kwam.

funda isahluko epheleleyo Kwabaseroma 15