Testamente Endala

Testamente Entsha

Kwabaseroma 13:10-14 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

10. Uthando alusebenzi bubi kuye ummelwane; ngoko uthando luyinzaliseko yomthetho.

11. Ke oko masikwenze, silazi nje ixesha eli, ukuba lilixa lokuba ngoku sivuke ebuthongweni; kuba ngoku usindiso lukufuphi kuthi, kunokuyá saqalayo ukukholwa.

12. Ubusuku buhambile, ukusa ke kusondele. Masiyilahle ngoko imisebenzi yobumnyama, sixhobe iintonga zokukhanya.

13. Masihambe sizibekile ngokwasemini; kungabi sezindywaleni nasekunxileni; kungabi sekuphimiseni naseburheletyweni; kungabi sezinkanini nasemoneni.

14. Yambathani ke iNkosi uYesu Kristu; ize ukwazalelela inyama ningakwenzeli ukukhwezelela iinkanuko zayo.

funda isahluko epheleleyo Kwabaseroma 13