Testamente Endala

Testamente Entsha

Kwabaseroma 11:8 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

njengokuba kubhaliwe kwathiwa, UThixo ubanike umoya wokuqoba, amehlo okuba bangaboni, neendlebe zokuba bangeva, kwada kwaba yimini yanamhla.

funda isahluko epheleleyo Kwabaseroma 11

imbono Kwabaseroma 11:8 kwimeko