Testamente Endala

Testamente Entsha

Kwabasekolose 1:28-29 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

28. Sazísa yena ke thina, siluleka wonke umntu, sifundisa wonke umntu ngabo bonke ubulumko, ukuze simise wonke umntu egqibelele ekuKristu Yesu;

29. endibulalekela kona oko, ndizama ngokokusebenza kwakhe okusebenzayo kum ngamandla.

funda isahluko epheleleyo Kwabasekolose 1