Testamente Endala

Testamente Entsha

Kwabasefilipi 2:5-8 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

5. Yibani nale ngcinga kuni, wayenayo kuye uKristu Yesu:

6. yena wàthi, esebumeni bukaThixo, akathi ukulingana kwakhe oku noThixo kulixhoba;

7. usuke wazihluba, wathabatha ubume bomkhonzi, enziwe wafana nabantu;

8. wathi ngemo efunyenwe enjengomntu, wazithoba, waba ngolulamileyo, wada wesa ekufeni, ukufa ke kwasemnqamlezweni.

funda isahluko epheleleyo Kwabasefilipi 2