Testamente Endala

Testamente Entsha

Kwabase-Efese 5:1-3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Ngoko yibani ngabaxelisa uThixo, ngokwabantwana abaziintánda;

2. nihambe eluthandweni, kwanjengokuba naye uKristu wasithandayo, wazinikela ngenxa yethu, ukuba abe ngumnikelo nedini kuye uThixo, ukuba abe livumba elimnandi.

3. Ke umbulo, nako konke ukungcola, nokubawa, makungakhe kukhankanywe phakathi kwenu, njengoko kubafaneleyo abangcwele;

funda isahluko epheleleyo Kwabase-Efese 5