Testamente Endala

Testamente Entsha

Kwabase-Efese 4:1-2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Ndiyanivuselela ngoko, mna mbanjwa waseNkosini, ukuba nihambe ngokulufaneleyo ubizo enabizwa ngalo,

2. nínako konke ukuthobeka kwentliziyo nobulali, ninokuzeka kade umsindo, ninyamezelana,

funda isahluko epheleleyo Kwabase-Efese 4