Testamente Endala

Testamente Entsha

Kutito 1:7 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kuba umveleli umelwe kukuba ngongenakumangaleleka, njengegosa likaThixo; angabi ngowenza ukuzithandela kwakhe; angabi ngoqumba msinya; angabi ngogeziswa yiwayini; angabi ngumbethi; angabi ngongxamela nzuzo imbi.

funda isahluko epheleleyo Kutito 1

imbono Kutito 1:7 kwimeko