Kuba uthi kubo, esola,Yabona, kuza imihla, itsho iNkosi,Endiya kuzalisekisa phezu kwendlukaSirayeli, naphezu kwendlu kaYuda, umnqophiso omtsha;