Testamente Endala

Testamente Entsha

Kumahebhere 4:15-16 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

15. Kuba asinambingeleli mkhulu ungenako ukuvelana nezilwelwe zethu; ke, sinowahendwayo ngeento zonke, ngokokufana nathi, engenasono.

16. Masisondlele ke ngoko sinokungafihlisi kuyo itrone yobabalo, ukuze samkeliswe inceba, sifumane ubabalo lokusiza ngexesha elililo.

funda isahluko epheleleyo Kumahebhere 4