Testamente Endala

Testamente Entsha

Kumahebhere 13:12-14 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

12. Kungoko athe noYesu, ukuze abangcwalise abantu ngelilelakhe igazi, weva ubunzima ngaphandle kwesango.

13. Masiphume ke ngoko siye kuye ngaphandle kweminquba, sithwele ingcikivo yakhe.

14. Kuba apha asinamzi uhleliyo, singxamele lowo uza kuza.

funda isahluko epheleleyo Kumahebhere 13