Testamente Endala

Testamente Entsha

Kumahebhere 12:27-29 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

27. Oku kùthi ke, Kusaya kuba ngumzuzwana, kubonakalalisa ukuguqulwa kwezinto ezizanyazanyiswayo, ngathi kokwezenziweyo, ukuze zihlale zona ezingenakuzanyazanyiswa.

28. Masithi ngoko, sisamkela ubukumkani obungenakuzanyazanyiswa nje, sibe nombulelo, simkhonze ngawo uThixo ngokukholekileyo, sinokuhlonela nokoyika;

29. kuba uThixo wethu ungumlilo odlayo.

funda isahluko epheleleyo Kumahebhere 12