Testamente Endala

Testamente Entsha

Kumagalati 4:21-23 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

21. Ndixeleleni, nina nithandayo ukuba phantsi komthetho, aniwuva na umthetho?

22. Kuba kubhaliwe kwathiwa, uAbraham wayenoonyana ababini: omnye engowekhobokazana, omnye engowomfazi okhululekileyo.

23. Waye okunene lowo wekhobokazana ezelwe ngokwenyama; kodwa lowo womfazi okhululekileyo wayezelwe ngalo idinga.

funda isahluko epheleleyo Kumagalati 4