Testamente Endala

Testamente Entsha

Kufilemon 1:22-25 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

22. Kunye ke noko, ndilungisele indawo yokuhlala; kuba ndithembile ukuba ngayo imithandazo yenu nondiphiwa.

23. Uyakubulisa uEpafras, umbanjwa ndawonye nam wakwaKristu Yesu,

24. kwanoMarko, noAristarko, noDemasi, noLuka, abasebenzisana nam.

25. Ubabalo lweNkosi yethu uYesu Kristu malube nomoya wenu. Amen.

funda isahluko epheleleyo Kufilemon 1