Ekuthobekeni kwakhe umgwebo wakhe wasuswa;Ngubani na ke owosicacisa ukusixela isizukulwana sakhe?Ngokuba buyasuswa ubomi bakhe emhlabeni.(UIsaya 53:7,8)