Athe ke amaYuda akùphika, ndanyanzeleka ukuba ndibhenele kuKesare;* kungengakuba ndibe ndinento yokulumangalela ngayo uhlanga lwakowethu.