Testamente Endala

Testamente Entsha

Izenzo 27:43-44 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

43. Kodwa umthetheli-khulu, enga angamsindisa uPawulos, wawaléla kwicebo lawo; kananjalo wathi, abo banako ukudada mabaziphose kuqala baphumele emhlabeni;

44. bathi abaseleyo, inxenye ikhwèle eziplangeni, inxenye ikhwèle kwezinye izinto zomkhombe. Kwaza kwathi ngokunjalo bafika emhlabeni, basinda bonke.

funda isahluko epheleleyo Izenzo 27