Testamente Endala

Testamente Entsha

Izenzo 20:7 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke kaloku, ngolokuqala usuku lweveki, bakubon' ukuba abafundi bahlanganisene ukuba baqhekeze isonka, uPawulos wayexoxa nabo, eza kumka ngengomso; wayolula intetho yakhe kwada kwaphakathi kobusuku.

funda isahluko epheleleyo Izenzo 20

imbono Izenzo 20:7 kwimeko