Testamente Endala

Testamente Entsha

Izenzo 20:35 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ndanibonisa zonke izinto, ukuba ngokwenjenjalo ukubulaleka nimelwe kukuthi niyisize imilwelwe, nikhumbule namazwi eNkosi uYesu; ngokuba yena wathi, Ukupha kunoyolo ngaphezu kokuphiwa.

funda isahluko epheleleyo Izenzo 20

imbono Izenzo 20:35 kwimeko