Kuya kuthi ngayo imihla yokugqibela, utsho uThixo,Ndimthulule uMoya wam phezu kwayo yonke inyama,Baprofete oonyana benu neentombi zenu,Athi amadodana enu abone imibono,Namadoda enu amakhulu aphuphe amaphupha;