Testamente Endala

Testamente Entsha

Izenzo 18:27-28 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

27. Ke kaloku, akubon' ukuba unga angadlula aye kwelaseAkaya, abazalwana babhala bebayala abafundi ukuba bamamkele; owathi akufika, wabanceda kakhulu abakholiweyo ngalo ubabalo;

28. kuba waweyisa, wawancamisa ekuhleni amaYuda, ebonakalalisa ngazo izibhalo ukuba uYesu lo unguye uKristu.*

funda isahluko epheleleyo Izenzo 18