Testamente Endala

Testamente Entsha

Izenzo 16:38-40 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

38. Awaxela ke la mazwi amadindala kubathetheli; boyika, bakuva ukuba bangamaRoma.

39. Beza bababongoza, babakhupha, babacela ukuba baphume kuwo umzi.

40. Bephumile ke entolongweni, baya kungena kwaLidiya; bathi, bebabonile abazalwana, babayala, bemka.

funda isahluko epheleleyo Izenzo 16