Kwehla abathile bevela kwelakwaYuda, babafundisa abazalwana, besithi, Ukuba anithanga nalùswe ngokwesiko likaMoses, aninako ukusindiswa.