Testamente Endala

Testamente Entsha

Izenzo 10:46-48 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

46. kuba aziva zithetha ngalwimi zimbi, zimenza mkhulu uThixo.Wandula waphendula uPetros wathi,

47. Kukho unako yini na ukuthintela amanzi, ukuba bangàbhaptizwa aba bamamkeleyo uMoya oyiNgcwele, kwanjengathi nje?

48. Wamisa ukuthi mababhaptizwe egameni leNkosi. Baza bamcela ukuba akhe ahlale iintsuku ezithile.

funda isahluko epheleleyo Izenzo 10