Ndeva izwi elikhulu liphuma emazulwini, lisithi:Yabona, umnquba lo kaThixo unabantu;Uya kuhlala nabo emnqubeni,Bona babe ngabantu bakhe,Yena uThixo abe nabo, enguThixo wabo;