Nokukhanya kwesibane akusayi kuba sakhanya kuwe;Nezwi lomyeni nelomtshakazi alisayi kuba saviwa kuwe;Ngokuba abarhwebi bakho bebengamanene omhlaba;Ngokuba zonke iintlanga zalahlekiswa kukukhafula kwakho.