Testamente Endala

Testamente Entsha

Isityhilelo 13:7-9 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

7. Lanikwa igunya lokulwa nabangcwele, libeyise; lanikwa igunya kuzo zonke izizwe, neelwimi, neentlanga.

8. Baya kulinqula bonke abo bemiyo phezu komhlaba, abamagama angabhalwanga encwadini yobomi yayo iMvana, exheliweyo kususela ekusekweni kwehlabathi.

9. Ukuba ubani unendlebe, makeve.

funda isahluko epheleleyo Isityhilelo 13