Laye irhamncwa elo ndalibonayo lifana nengwe, iinyawo zalo zinjengezebhere,* umlomo walo unjengomlomo wengonyama. Inamba yalinika amandla ayo, netrone yayo, negunya elikhulu.