Saza isithunywa sezulu, endasibonayo simi phezu kolwandle naphezu komhlaba, sasiphakamisela ezulwini isandla saso, safunga lowo udla ubomi,