okokuba waxwilwa wasiwa eParadisi,* weva amazwi angenakuthethwa, ekungavumelekileyo ukuba umntu awathethe.