Testamente Endala

Testamente Entsha

2 Kwabasekorinte 11:29-32 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

29. Ngubani na okha aswele amandla, ndingasweli mandla nam? Ngubani na okha akhutyekiswe, ndingatshiseki mna?

30. Ukuba ndimelwe kukuqhayisa, ndoqhayisa ngezinto zokuswela amandla kwam.

31. UThixo, uYise weNkosi yethu uYesu Kristu, ongowokubongwa ngonaphakade, uyazi ukuba andixoki.

32. EDamasko umphathi-luhlanga ka-Areta, ukumkani, wayewulinda umzi waseDamasko, efuna ukundibamba;

funda isahluko epheleleyo 2 Kwabasekorinte 11