ngokuba kuthiwa, Iincwadi ezi zakhe okunene zinzima, zinamandla; kodwa ke akùbakho ngenkqu akanamandla, nokuthetha kwakhe akunto yanto.