Testamente Endala

Testamente Entsha

2 Kwabasekorinte 1:23 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Mna ke ndibiza uThixo, ukuba abe lingqina emphefumlweni wam, ukuba kungokunivela, endithe ndaba andikezi eKorinte.

funda isahluko epheleleyo 2 Kwabasekorinte 1

imbono 2 Kwabasekorinte 1:23 kwimeko