Testamente Endala

Testamente Entsha

2 Kayohane 1:9-11 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

9. Bonke abagqithayo, abangahlaliyo emfundisweni kaKristu, àbanaThixo; ohleliyo emfundisweni kaKristu, lowo unaye uYise noNyana.

10. Ukuba umntu uza kuni, engazisi yona le mfundiso, musani ukumamkela endlwini yenu, ningambulisi nokumbulisa;

11. kuba lowo umbulisayo unobudlelane naye ngemisebenzi yakhe engendawo.

funda isahluko epheleleyo 2 Kayohane 1