Testamente Endala

Testamente Entsha

1 Kwabasetesalonika 5:24-28 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

24. Uthembekile onibizayo, oya kukwenza nokukwenza oko.

25. Bazalwana, sithandazeleni.

26. Babuliseni abazalwana bonke ngolwango olungcwele.

27. Ndiyanifungisa iNkosi ukuba le ncwadi ileswe kubo bonke abazalwana abangcwele.

28. Ubabalo lweNkosi yethu uYesu Kristu malube nani. Amen.

funda isahluko epheleleyo 1 Kwabasetesalonika 5