Testamente Endala

Testamente Entsha

1 Kwabasetesalonika 5:14 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Siyanivuselela ke, bazalwana, balulekeni abanxaxhayo; bakhuzeni abamxhelo mncinane; basekeleni abathambileyo; yibani nokuzeka kade umsindo kubantu bonke.

funda isahluko epheleleyo 1 Kwabasetesalonika 5

imbono 1 Kwabasetesalonika 5:14 kwimeko