Ngubani na okha aphume umkhosi ngeyakhe indleko? Ngubani na otyala isidiliya, aze angadli siqhamo saso? Khona ngubani na owalúsa umhlambi, aze angawadli amasi omhlambi lowo?